Get Dropox | Luno Bitcoin | Ovex Crypto | Binance | Get Free Crypto - Morpher
Africasgateway.com

Mbalula in manhood cla**

Blizzard · 77 · 43870

Lord Deacon Of Frost

  • Deac>>>>>>YOU
  • AG O.G.
  • *
    • Posts: 8688
    • REP: +44/-39
    • Gender:Male
  • You shall DIE!
    • View Profile
Hayibo emdala kangaka!!!

i Kwekwe yi kwekwe. mako luswe no Mbeki, qha.

Akolukanga uMbeki?


heyi!! rha!

ziphi iintloni zakho?

uyi nkazana into oyiyo, zazi. asi zoku xoxa nawe. rha


YI CLa**IC KE LE!!!!!!

isindile la four-nyawo lowa.. bendifuna ukumphatela ela gqabi li green.. eli lizitsibelayo xa libona indawo yalo.. bezaba right.. kodwa ke ndiyangxengxeza bafondini.. iinkalo zenu ndizive sekusile.. umfana lo ke yena kuyakunyanzeleka angadeibani ne bhisho okwangoku, ngokuba ulindiwe apha... u tops, nee bars kunye nee tarvens zalapha azinabo tu utywala obanele obu abutyala amadoda aphangela kule bisho.. thixo, lo mini iyakuze yenziwe i public holiday ngoba akukho nendoda enye eyakuze isebenze ngolo suku, kuyakutyiwa i bhotile qha!!!!

kanti mfondin' usuke bisho nawe

Ayo Deac,, dawg u not from Bisho, u from Peelton ;D ;D ;D ;D ;D ;D ;D

you must be out yo cottnpickin mind

That not good enough for ya?


Waylander

  • AG Regular
  • ****
    • Posts: 352
    • REP: +3/-5
    • Gender:Male
  • Eat shit and die, f***nutz!!
    • View Profile
    • check this shit out... its for your own good... beleive me..
Hayibo emdala kangaka!!!

i Kwekwe yi kwekwe. mako luswe no Mbeki, qha.

Akolukanga uMbeki?


heyi!! rha!

ziphi iintloni zakho?

uyi nkazana into oyiyo, zazi. asi zoku xoxa nawe. rha


YI CLa**IC KE LE!!!!!!

isindile la four-nyawo lowa.. bendifuna ukumphatela ela gqabi li green.. eli lizitsibelayo xa libona indawo yalo.. bezaba right.. kodwa ke ndiyangxengxeza bafondini.. iinkalo zenu ndizive sekusile.. umfana lo ke yena kuyakunyanzeleka angadeibani ne bhisho okwangoku, ngokuba ulindiwe apha... u tops, nee bars kunye nee tarvens zalapha azinabo tu utywala obanele obu abutyala amadoda aphangela kule bisho.. thixo, lo mini iyakuze yenziwe i public holiday ngoba akukho nendoda enye eyakuze isebenze ngolo suku, kuyakutyiwa i bhotile qha!!!!

kanti mfondin' usuke bisho nawe

NAH MAYN, NDISUKA E UITENHAGE, OR NELSON MANDELA METRO AS ITS NOW KNOWN.. I JUS WORK HERE...