u mean abafazi bokuthula nokuthwaxwa? is that ur chiefs??
Im saying
Up the bucks...
Amabhakabhaka for life...
abafana bakamagebhula abagebhula umhlaba kamasipala ngenkani..
nuff respeKt
[/quote]
tyovityo...
up the amabhakabhaka
f*** what you heard, or say
noba nithi iwach
yi team yam le kude kuyovalwa