Yiman...Sizoyalwa kwi internet ngok'?Will check it out just out of curiosity...Kodwa ke kuzofuneka ndazi uba ngubani umbhali, elithatha phi ugunya lokuxelela isizwe ngendlela emaliziphathe ngayo...
hay suka kule ndawo sendiyifundile akhonto intsha okanye ebendingayazi ayithethayo lo sisi!!
Quote from: Rev Jeremiah Alvesta Wright, Jr. on October 18, 2010, 02:39:28 PMhay suka kule ndawo sendiyifundile akhonto intsha okanye ebendingayazi ayithethayo lo sisi!!loonto intsha okanye indala ifumaneke kweziphi incwadi?
Quote from: RearrangedReality on October 18, 2010, 02:41:05 PMQuote from: Rev Jeremiah Alvesta Wright, Jr. on October 18, 2010, 02:39:28 PMhay suka kule ndawo sendiyifundile akhonto intsha okanye ebendingayazi ayithethayo lo sisi!!loonto intsha okanye indala ifumaneke kweziphi incwadi?awuzukufumana ncwadi enye ethetha nagzo zonke ezi zinto, kodwa ke ungafunda iincwadi ezinjenge Ngqumbo Yeminyanya. Kwaye ezinye izinto azibhalwanga koko umntu uthi azazi ngokubuza nangokujonga indlela ekwenziwa ngayo izinto kwaye ndiqinisekile ukuba yilento yenziwe ngumbhali weliphepha.
Quote from: Rev Jeremiah Alvesta Wright, Jr. on October 18, 2010, 02:55:24 PMQuote from: RearrangedReality on October 18, 2010, 02:41:05 PMQuote from: Rev Jeremiah Alvesta Wright, Jr. on October 18, 2010, 02:39:28 PMhay suka kule ndawo sendiyifundile akhonto intsha okanye ebendingayazi ayithethayo lo sisi!!loonto intsha okanye indala ifumaneke kweziphi incwadi?awuzukufumana ncwadi enye ethetha nagzo zonke ezi zinto, kodwa ke ungafunda iincwadi ezinjenge Ngqumbo Yeminyanya. Kwaye ezinye izinto azibhalwanga koko umntu uthi azazi ngokubuza nangokujonga indlela ekwenziwa ngayo izinto kwaye ndiqinisekile ukuba yilento yenziwe ngumbhali weliphepha.so what wrong with putting it on paper then for those who dont have access to such information. your logic here puzzles me. what are you really saying so i cant understand?